My Lyrics

Online Library Lyrics

  1. Home
  2. Lyric
  3. Ringo
  4. Ringo - Kum Na Kum

Ringo - Kum Na Kum

Ringo - Kum Na Kum

Suka! Mfo uyandisitha
Bhekela!
Heh man, dlula!
Awubon uyandiphazamisa?
Yhooo!
Sisimadzadza lo mntana
Yooo

(Yima bhuti, andifun' ukuhlala nawe)
Yiv' ilizwi lakhe
(Ndicel' ukhlala ndendwa)
Ndifun' ukhlala nawe
(Yima bhuti)
Andikhathali
(Andifuni wena)

Shhhhh, mamela
Intliziyo yakho neyam
Zibetha kanye.
Thembisa, kuyohlala kunjalo
Ngoba, ei ndiyakuthembisa

Ngekhe, angekhe ndakulibala
Nanini na
Uyawhlal' uhlel' engqondweni yam
Uyinto yonke kum, nakum

Ndyakufela, Ei! Ndiyakthanda
Amaqhing' aphelile
Ndyazifela
Sondela sthandwa
Sisimadzadza lo mntana
Yooo

(Yiza bhuti, ndfun' ukuhlala nawe)
Yiv' ilizwi lakhe
(Ndicel' igama lakho)
Khawlengez'
(Nd'zoklengeza, Ndifuna wena)

(Thile thile) Thana nana
(nana nana) Thile thile

Oh hoooo hooo
Oh hoooo hooo
Oh hoooo hooo

Thana nana. Ayoo
(Uthini na?)
Thana nana Wuuu uh

Woooooo wooo
Woooooo wooo

Wooo wo! Woza dali
Wooo wo, woza switi
Wooo wo! Woza dali
Angeke angekhe
Angekhe ndakulibala
Ayoo! Ooohhh

Awu mntas' ekhaya
Ndingakulibala kanjani
Phez' kwayo yonke ondenzele yona
Awu

Kuzo zonke izinto ondbonise zona
Angekhe ndikulibale. Yho
Yinto engekhe yenzeke leyo
Kum, nakum, kanti nakum futh, Angekhe
Angekhe, angekhe, angekhe